LOADING ...

Amagama

Song info

"Amagama" (2016)

"Amagama" Videos

Nathi - Amagama
Nathi - Amagama
Nathi - Amagama (Lyrics)
Nathi - Amagama (Lyrics)
Nathi   Amagama
Nathi Amagama
Nathi-new album
Nathi-new album
Nathi
Nathi
Nathi songs
Nathi songs
Nathi - 'Amagama'
Nathi - 'Amagama'
Nathi songs
Nathi songs
Nathi(Buyelekhaya)
Nathi(Buyelekhaya)
Nathi amagama
Nathi amagama
Nathi imibuzo
Nathi imibuzo
Nathi - Imimoya (Official Music Video)
Nathi - Imimoya (Official Music Video)
Nathi-Amagama cover
Nathi-Amagama cover
Nathi - Umbulelo Album
Nathi - Umbulelo Album
Nathi - Buyelekhaya [ with Lyrics]
Nathi - Buyelekhaya [ with Lyrics]
nathi songs
nathi songs
Nathi - Noba Ngumama [with Lyrics]
Nathi - Noba Ngumama [with Lyrics]
Julian-Roy Covers Nathi's Amagama (Acoustic) | South African Song writer
Julian-Roy Covers Nathi's Amagama (Acoustic) | South African Song writer
Nathi songs
Nathi songs
Nathi -Amagama (house)
Nathi -Amagama (house)

Lyrics

Makuded' ubumnyama kuvel' ukukhanya endleleni zam
Ndyayazi ilizwi le ndod' engenamali alivakali

Ndyakuthanda ntombazana
Ndyakthanda manyan nyani
Andazi ndenze kanjani

Ndyakuthanda ntombazana
Mna ndyakthanda manyan nyani
Andazi ndenze kanjani

Ngamagama, oh
Ndiphelelwa ngamagama, hayi

Ndyakuthanda ntombazana
Ndyakthanda manyan nyani
Andazi ndenze kanjani

Ndyakuthanda ntombazana
Mna ndyakthanda manyan nyani
Andazi ndenze kanjani

Ndyakuthanda ntombazana
Mna ndyakthanda manyani nyani

Ndiphelelwa ngamagama
Amagama, amagama, amagama

Usistofu sam samalahle esind'khusel' ezingqeleni zobusika
Usisambulela sam selang' esindkhusel' emalangen' asehlotyen
Uligungqu lam le tshokolethi, limnandi nje nge toffolux
Andazi ndenze njani

Ndifun' amagama anenyani
Ndifun' amagam' anencasa
Ndfun' amagama anothando
Ndifun' amagama anamandla
Ndfun' amagama anothando

'Smakad' uzokukhusela phakathi kwezaqhwithela
Phakathi kwezaphuselane

Ngqu mhakho ndyakuthanda mna
Ngqu mhakho uyandchaza mna
Ngqu mhakho ndyakuthanda mna

Amagama, amagama,
Ndiphelelwa ngamagama
Amagama, amagama, amagama
Ndiphelelwa ngamagama

Amagam' annyani
Amagam' anencasa

Ndiphelelwa ngamagama


Albums has song "Amagama"