Song info
"Abantu Balendawo" Videos
Lyrics
kukhw'a bantu kule ndawo
abafun'ubona ntwe ntle tu
xa bebona omnye umntu ezama bayonyanya
bath'uzenza ngcono, ngcon'ulandeli phupha lakho
ngcon'usabelu bizo lwakho, hayi
Ngcono kuthwa uyaphambana, kunokuba
Uphalale njengabo
Xa ndibulisa bayathula ndithi molweni, abavumi
Xa ndidlula bayathetha, Akabulisi ucing'ubungcono
Abasafuni nohlala nam
Xandingena bayaphakama bahambe
Uzos'imoshela abantwana lo bakahambe
Bendifunu thando njena
Kant'abantu balendawo banjaniiii
Abafunu bona ntwentle tu
Xa bebona omny'umntu ezama, bayonyanya
Bath'uzenza ngcono
Ngcon'ulandili phupha lakho
Ngcon'usabelu bizo lwakho oohh
Ngcono kuthwa uyaphambana kunokuba
Uphalale njengabo
Kanti abantu balendawo, abufunu bona ntwe ntle tu
Xa bebona omnye umntu ezama bayonyanya
Bath'uzenza ngcono
End
- 0 Bản dịch
Hiện tại chưa có lời dịch cho bài hát này. Bạn hãy là người đầu tiên chia sẻ lời dịch cho bài hát này nhé !
Đăng lời dịchAlbums has song "Abantu Balendawo"
Singles
27 songs
- Sabela 2016
- Ndim Lo 2018
- Ndim Lo 2018
- Amagama 2016
- Amagama 2016
- Inyembezi 2016
- Inyembezi 2016
- Abantu Balendawo 2016
- Amalongwe 2016
- Impilo 2018
- Ndenzenjani 2017
- Sabela 2016
- Intliziyo 2016
- Nomakanjani 2016
- Intliziyo 2016
- Nomakanjani 2016
- Ndenzenjani 2017
- Impilo 2018
- Imibuzo 2019
- Noba Ngumama 2019
- Qeqe 2018
- Amalongwe 2016
- Noba Ngumama 2019
- Imibuzo 2019
- Qeqe 2018
- Abantu Balendawo 2016
- Nomvula 2020
Recent comments