LOADING ...

Siyathandana

Song info

"Siyathandana" (2020) on the albums Songs in The Key of Love(2020), Songs in The Key of Love(2020).
Sáng tác bởi Amanda Antony.

"Siyathandana" Videos

Berita - Siyathandana [ft. Amanda Black] (Official Music Video)
Berita - Siyathandana [ft. Amanda Black] (Official Music Video)
Berita featuring Amanda Black- Siyathandana
Berita featuring Amanda Black- Siyathandana
Berita - Siyathandana Ft Amanda Black (Lyrics)
Berita - Siyathandana Ft Amanda Black (Lyrics)
Syathandana (feat. Sena)
Syathandana (feat. Sena)
Siyathandana Berita ft Amanda Black Reaction by MalindyDaily
Siyathandana Berita ft Amanda Black Reaction by MalindyDaily
Berita - Jikizinto
Berita - Jikizinto
Berita - Siyathandana (feat. Amanda Black)
Berita - Siyathandana (feat. Amanda Black)
Awu Mntwanomuntu
Awu Mntwanomuntu
Siyathandana
Siyathandana
Notyatyambo
Notyatyambo
Berita- Yours MUSIC VIDEO
Berita- Yours MUSIC VIDEO
Berita - Jikizinto (Official Music Video)
Berita - Jikizinto (Official Music Video)
X La Saint - Ngeba Siyathandana
X La Saint - Ngeba Siyathandana
Mwana Wa Mai
Mwana Wa Mai
Geleza
Geleza
Siyathandana by promise mthe
Siyathandana by promise mthe
Blind Folded
Blind Folded
Siyathandana NoMoy' Ongcwele- Thabani Danca
Siyathandana NoMoy' Ongcwele- Thabani Danca
Siyathandana - We're in love!
Siyathandana - We're in love!
Uyandiphambanisa
Uyandiphambanisa

Lyrics

Xa ebizwa amagama ethu ezulwini
Zoba secaleni kwakho
Xakufika imini yokugqibela

Zoba secaleni kwakho

Nasemnqamlezweni
Hlal' uyazi zobase caleni kwakho
Hlal' uyazi
Ecaleni kwakho

Yena nam' ubaby wam'
Yena nam' s'yathandana
Yena nam' ubaby wam'
Yena nam' siyavana
Yena nam' ubaby wam'
Yena nam' sikunye
Till the end

Yena nam' ubaby wam'
Yena nam' s'yathandana
Yena nam' ubaby wam'
Yena nam' siyavana
Yena nam' ubaby wam'
Yena nam', till the end

Ungowokuqala endicinga ngaye
NgoLwesibini, ndadibana naye
Ngoku mathathu amazwi endinawo
NgoLwesine, NgoLwesihlanu, ndingowakho

Nguwe olawula ingqondo yam'
(Nguwe olawula ingqondo yam')
Iyo waphola umphemfulo wam'
(Iyo waphola umphemfulo wam')
Wandiphandla amehlo am'
(Wandiphandla amehlo am')
Tsho yaxola inhliziyo yami, yeah

Yena nam' ubaby wam'
Yena nam' s'yathandana
Yena nam' ubaby wam'
Yena nam' siyavana
Yena nam' ubaby wam'
Yena nam' sikunye
Till the end

Yena nam' ubaby wam'
Yena nam' s'yathandana
Yena nam' ubaby wam'
Yena nam' siyavana
Yena nam' ubaby wam'
Yena nam' sikunye
Till the end
Till the end

Yena nami kude kuyovalwa
Yena nami
Yena nami kude kuyovalwa
Yena nami
Yena nami, yena nami, yena nami
Till the end

Till the end
Till the end


Albums has song "Siyathandana"

Singles

Singles

  1 songs
Songs in The Key of Love

Songs in The Key of Love

2020   2 songs