Song info
"Naninina" Videos
Lyrics
Ndikhumbula amaxhesha akudala
usekhona emhlabeni wena
Ndikhumbula immfundiso zakho...
ndicela uku bonga mama...
kalok utata wasi shiya kudala
ibiyi ntando yakho bawo
umama wazama ngakho konke emandleni.
lade lafika elakhe ixesha...
bawo ndiyaku cela ndinga danisi abazali bam
naninina bawo ndiyaku cela nkosiyam
ndinga danini abazali bam naninina
bawo...
ndiyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam naninina bawo diyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam nanina bawo
bawo ndiyacela kuwe
oh qhamatha cela undiphe amandla ndibengumnthu wabantu nkosiyam . njengoba ndafundiswa ekhaya ndiyabulela abazali bam nkonke endikwenzayo imizamoyamu yokubonisa abantu intliziyo zenu andisakwazi ukuzibamba mna inyembezi uthimandenze njani mmm bawo...
bawo ndiyaku cela ndinga abazali bam naninina bawo
bawo ndiyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam naninina bawo ...
ndiyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam naninina bawo
ndiyaku cela nkosi yam ndiyaku ndinga danisi abazali bam naninina bawo.
ohh. mama nawe tata ndicela ninga xhali ngam
kalok umarhadebe uyenzile .indima yakhe lalani ngoxholo uqhatho nilu fezile umsebenzi wenu niwu qibile apha emhlabeni bawo!!!...
ndiyaku cela ndinga danisi abazali bam naninina bawo
ndiyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam naninina
nanina nanina .ahaaaa.
bawo ndiyaku cela ndinga danisi abazali bam nanina bawo
ndiyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam nanina
naninina... naninina ...naninina... naninina... naninina...
bawo ...
- 0 Bản dịch
Hiện tại chưa có lời dịch cho bài hát này. Bạn hãy là người đầu tiên chia sẻ lời dịch cho bài hát này nhé !
Đăng lời dịchAlbums has song "Naninina"
Singles
24 songs
- Ndizakulinda 2018
- Ndizakulinda 2018
- Ndikuthandile 2016
- Thandiwe 2016
- Naninina 2016
- Ndikuthandile 2016
- Naninina 2016
- I'd Rather Go Blind (Live Mix) 2020
- Nomathemba 2020
- Yibanathi 2020
- Yibanathi 2020
- I'd Rather Go Blind (Live Mix) 2020
- Nomathemba 2020
- As'phelelanga 2018
- Intliziyo 2019
- Zungandithembi 2018
- Nkosi Sihlangene 2018
- Usezondibona 2018
- Thandiwe 2016
- Intliziyo 2019
- As'phelelanga 2018
- Zungandithembi 2018
- Nkosi Sihlangene 2018
- Usezondibona 2018
Recent comments