LOADING ...

Intonga Yam

Song info

"Intonga Yam" (2017)

"Intonga Yam" Videos

AMANDA ft NATHI Intonga Yam (AUDIO)
AMANDA ft NATHI Intonga Yam (AUDIO)
Intonga Yam
Intonga Yam
Abantwana - Intonga Yakho (Official Music Video)
Abantwana - Intonga Yakho (Official Music Video)
Intonga Yam
Intonga Yam
AMANDA ft NATHI Intonga Yam
AMANDA ft NATHI Intonga Yam
Intonga yam
Intonga yam
Nathi ft Amanda Mankayi - Impilo (Official Music Video)
Nathi ft Amanda Mankayi - Impilo (Official Music Video)
AMANDA ft NATHI Intonga Yam (AUDIO).mp4
AMANDA ft NATHI Intonga Yam (AUDIO).mp4
Amanda Mankayi - Indonga
Amanda Mankayi - Indonga
Intonga yakho
Intonga yakho
Amanda Mankayi - Zola Ntliziyo
Amanda Mankayi - Zola Ntliziyo
Intonga yam
Intonga yam
Amanda Black   Buyela Kum
Amanda Black Buyela Kum
Amanda & Nathi- Intonga yam
Amanda & Nathi- Intonga yam
Amanda-¡ntonga yam
Amanda-¡ntonga yam
Intonga yam (Faith Accapela Vocalists)
Intonga yam (Faith Accapela Vocalists)
Pearl and Emma doing their thing.. Intonga Yam..
Pearl and Emma doing their thing.. Intonga Yam..
Nathi ft Amanda Mankayi -  Impilo (Audio)
Nathi ft Amanda Mankayi - Impilo (Audio)
Mello jesi - Intonga yam
Mello jesi - Intonga yam
#BVE (intonga yam cover)
#BVE (intonga yam cover)

Lyrics

Ndiyazile soze ndihambe ndendwa kulendlela
Mna ndinawe
Iinzingo, iintsizi, neentsunguzi
Ndidlulile kuzo
Masambe ke, ndibambe ke
Ungandiyek', inde le ndlela
Masambe ke, ndibambe ke
Ndiqinis' ungandyeki

Intonga yakho, ngumsimelelo wam
Intonga yakho iyandithuthuzela

Uzondikhokhel' emadlelwen' aluhlaza
Ngoba nam ndiyafuna
Undikhaphe ezindleleni zobulungisa
Ngenxa yegama lakho
Zukhanyise zonk' indlela zam
Zudedise bonk' ubumnyama
Isibane senyawo zam
Sikhanyis' ubusuku nemini
Ngue lo, nguwe lo

Intonga yam, ungumsimelelo wam
Imini nobusuku iyandithutzela
Intonga yakho ngumsimelelo wam
Umsimelelo wam
Intonga yakho iyandithuthuzela

Ndithe ndakuphelelwa ngamandla
Ndavele ndazilahlela kuwe
Bathi ndakuphelelwa lithemba
Izaba nguwe ithmva lam
Nasemfuleni wethunzi lokufa
Andiyi kwesaba bubi
Ngob' unami ngamaxesha onke
Nguwe oyintonga yam

Wen' uyintonga yam
Ndihamba nayo nasemlilweni ovuthayo
Nditsho nasemadwaleni
Naphakathi kweentshaba zam
Ndiwela ngayo imilambokaz' emikhulu
Nditsho lentonga iyandikhusela
Ingumthuthuzeli wam
Nditsho lentonga ilithemba lami


Albums has song "Intonga Yam"